Reload
{"id":52975,"created_at":"2019-01-24 16:10:10","updated_at":"2021-04-23 06:43:20","deleted_at":null,"published_at":"2019-01-24 16:10:10","original_id":null,"artist_id":32895,"title":"Ndizobangena","slug":"ndizobangena","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"INTRO...CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndsezobangena ngawe (x2), ndzobangena ngawe. Ndisazobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2). VERSE1 - Bazobona ngami ndingena ngshayi vosho, sobangena mina nawe ntombi 4 sure. Ekasi bagcwele ulubambo lwam, ndzongena ndiphuma ngapha nangapha, kukhal'abahlali ngobani laba, sizobangena sindwendwele apha, yeeeaaahhh! CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndsezobangena ngawe (x2) ndzobangena ngawe. Ndisezobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2). VERSE2 - To all our haters fall-off, sthandwa sam dudu, sdudla sami my fohloz, i can never let you go hayi no no. Hee thina kdala sisokol, kdala sisiwa svuka, kdala sisehla sinyuka, mina ndohlala ndikthanda oko. Haysuka ndyakthanda mna ndyakthanda baby girl haybo! hayman ndyakthanda mna ndyakthanda sthandwa sam haybo. Abantu bayathetha, bayathetha, bayathetha ngawe. bafuna ndikuyeke ndikuyeke hayi soze yenzeke leyo nto haybo.(backing). CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndisezobangena ngawe (x2) ndzobangena ngawe. Ndisezobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2)","download_count":164,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-04-23","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5c4\/9c7\/3d2\/thumb_164153_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":null,"status_reason_alt":null,"tags":[]}
Ndizobangena

LeadzMusiq

Ndizobangena

Loading your song...
Downloads: 164

Song Lyrics:

INTRO...CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndsezobangena ngawe (x2), ndzobangena ngawe. Ndisazobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2). VERSE1 - Bazobona ngami ndingena ngshayi vosho, sobangena mina nawe ntombi 4 sure. Ekasi bagcwele ulubambo lwam, ndzongena ndiphuma ngapha nangapha, kukhal'abahlali ngobani laba, sizobangena sindwendwele apha, yeeeaaahhh! CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndsezobangena ngawe (x2) ndzobangena ngawe. Ndisezobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2). VERSE2 - To all our haters fall-off, sthandwa sam dudu, sdudla sami my fohloz, i can never let you go hayi no no. Hee thina kdala sisokol, kdala sisiwa svuka, kdala sisehla sinyuka, mina ndohlala ndikthanda oko. Haysuka ndyakthanda mna ndyakthanda baby girl haybo! hayman ndyakthanda mna ndyakthanda sthandwa sam haybo. Abantu bayathetha, bayathetha, bayathetha ngawe. bafuna ndikuyeke ndikuyeke hayi soze yenzeke leyo nto haybo.(backing). CHORUS - Ndzobangena ngawe, ndisezobangena ngawe (x2) ndzobangena ngawe. Ndisezobangena ngawe ey ndingene ngapha ndiphume le, ndingene le nale nale ke thina sazophumelel (x2)

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life