{"id":314997,"created_at":"2024-10-08 12:42:57","updated_at":"2025-06-03 16:00:43","deleted_at":null,"published_at":"2024-10-08 12:42:57","original_id":null,"artist_id":153831,"title":"Nobayintoni ft Flex","slug":"nobayintoni-ft-flex","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Ndifuna nobayintoni.Intoni \r\nEzakundibekendaweni.okay\r\nWena undinika ntoni. Intoni\r\nEzakundisa ezizweni.okay \r\nEsandleni kanti uphetheni.phetheni \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni.okay\r\nNdifuna ukuba yinkokheli.nkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli.okay\r\n\r\nndikwinqanaba lokuqala,ndise kwindima yokuqala,bendisoloko ndingenakulala,kaloku bendisenzela nina,nani nikwazu nambitha,ndyayazi andikhuphi zincasa,ndikhuphanje into ebumnandarha,ingxaki andililo nevila,okwangoku kusekho ubunzima,akabinayo nemadlana, ndisagoba ndicele komdala, owh ewe andinanto ndyavuma ,kaloku ndiqhuba i desika, a-andinaye nobhaka ,esgila ndingena ngolaka, ungahlekakodw'andinandaba,intliziyo ihambi betheka ,ngapha bancoma begxeka ,abanye bancoma behleka,ngoku baphetha bephika,kodwa ngorhatya bayazminca,abazi ndisebenza kanzima,intlungu kunxibu'bubhanxa abanye benxibamagama,ngoku kunzima nodripp.a, tyhini kunzima nodlala ... ngoku nabanye abantwana(abantwana),kaloku andinso istayela(istayela),qha seyifana nesifo kum coz ndayiqhela kwakudala(kwakudala),mna ndizazela nje rappa(kwakudala,bathe bephuma ndangena(ndangena), that's why bendlela umona(andvumi),qha bandingena ngeendlela(Ngendlela),enyinto bacinga andiboni(ndyabona),kanti ngabo abaztholi(abatholi),abazi ndifunantoni(okay).\r\n \r\nNdifuna nobayintoni.\r\nEzakundibekendaweni.\r\nWena undinika ntoni.\r\nEzakundisa ezizweni.\r\nEsandleni kanti uphetheni. \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni.\r\nNdifuna ukuba yinkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli\r\n\r\nEmculweni yaz ndisafika(ndsafika),futhi ndizobutyaza ndifika(okay), andoyiki nokoyika(andoyiki) ,Coz andboni nobunzima(kulula),lwei idinga njer uqina(uqina),ndizoyirhuqa ledyokhwe ndyofika(ndyofika),andkhathali noba ningaphika(nolunga),ndoytshuna lewei ndyofika(okay),ndifezekise nephupha(okay),ndisezo push.a kakhulu(kakhulu) ,ndifikelele kwaba khulu(kwizkhulu) ,nam ndibizwe nge skhulu(ngeskhulu),ndisuke ndijike ndibe mkhulu(big thing),ndihlale kwishlalo esikhulu(esikhulu),bandize ngoyihlomkhu(okay),bamane befunda apha kum(okay),ndi afford.e nezinto ezinkulu(big thing) ,so that I can get the house(shhlag, starting to host the party(party), then invite the enemies(no cap),I know they hate the Kcotti (Miles),always they have jealousy(don care),I don't care continue my journey(shhlag), ndiphushe umculo ngabanaki(banaki),baphilise ndingabanaki(okay),ndibanike nempilo emnandi(shhlag),ndisuke ndibengu Jesus, ngoku ndingu Kcottimiles(okay)\r\n\r\nNdifuna nobayintoni\r\nEzakundibekendaweni\r\nWena undinika ntoni\r\nEzakundisa ezizweni\r\nEsandleni kanti uphetheni. \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni\r\nNdifuna ubayi nkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli.","download_count":40,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2025-06-03","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/670\/50c\/394\/thumb_1037708_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}
Loading your song...
Downloads: 40
Song Lyrics:
Ndifuna nobayintoni.Intoni
Ezakundibekendaweni.okay
Wena undinika ntoni. Intoni
Ezakundisa ezizweni.okay
Esandleni kanti uphetheni.phetheni ×2
Ezondiveza ekukhanyeni.okay
Ndifuna ukuba yinkokheli.nkokheli
Ndikhokhele abalandeli.okay
ndikwinqanaba lokuqala,ndise kwindima yokuqala,bendisoloko ndingenakulala,kaloku bendisenzela nina,nani nikwazu nambitha,ndyayazi andikhuphi zincasa,ndikhuphanje into ebumnandarha,ingxaki andililo nevila,okwangoku kusekho ubunzima,akabinayo nemadlana, ndisagoba ndicele komdala, owh ewe andinanto ndyavuma ,kaloku ndiqhuba i desika, a-andinaye nobhaka ,esgila ndingena ngolaka, ungahlekakodw'andinandaba,intliziyo ihambi betheka ,ngapha bancoma begxeka ,abanye bancoma behleka,ngoku baphetha bephika,kodwa ngorhatya bayazminca,abazi ndisebenza kanzima,intlungu kunxibu'bubhanxa abanye benxibamagama,ngoku kunzima nodripp.a, tyhini kunzima nodlala ... ngoku nabanye abantwana(abantwana),kaloku andinso istayela(istayela),qha seyifana nesifo kum coz ndayiqhela kwakudala(kwakudala),mna ndizazela nje rappa(kwakudala,bathe bephuma ndangena(ndangena), that's why bendlela umona(andvumi),qha bandingena ngeendlela(Ngendlela),enyinto bacinga andiboni(ndyabona),kanti ngabo abaztholi(abatholi),abazi ndifunantoni(okay).
Ndifuna nobayintoni.
Ezakundibekendaweni.
Wena undinika ntoni.
Ezakundisa ezizweni.
Esandleni kanti uphetheni. ×2
Ezondiveza ekukhanyeni.
Ndifuna ukuba yinkokheli
Ndikhokhele abalandeli
Emculweni yaz ndisafika(ndsafika),futhi ndizobutyaza ndifika(okay), andoyiki nokoyika(andoyiki) ,Coz andboni nobunzima(kulula),lwei idinga njer uqina(uqina),ndizoyirhuqa ledyokhwe ndyofika(ndyofika),andkhathali noba ningaphika(nolunga),ndoytshuna lewei ndyofika(okay),ndifezekise nephupha(okay),ndisezo push.a kakhulu(kakhulu) ,ndifikelele kwaba khulu(kwizkhulu) ,nam ndibizwe nge skhulu(ngeskhulu),ndisuke ndijike ndibe mkhulu(big thing),ndihlale kwishlalo esikhulu(esikhulu),bandize ngoyihlomkhu(okay),bamane befunda apha kum(okay),ndi afford.e nezinto ezinkulu(big thing) ,so that I can get the house(shhlag, starting to host the party(party), then invite the enemies(no cap),I know they hate the Kcotti (Miles),always they have jealousy(don care),I don't care continue my journey(shhlag), ndiphushe umculo ngabanaki(banaki),baphilise ndingabanaki(okay),ndibanike nempilo emnandi(shhlag),ndisuke ndibengu Jesus, ngoku ndingu Kcottimiles(okay)
Ndifuna nobayintoni
Ezakundibekendaweni
Wena undinika ntoni
Ezakundisa ezizweni
Esandleni kanti uphetheni. ×2
Ezondiveza ekukhanyeni
Ndifuna ubayi nkokheli
Ndikhokhele abalandeli.
Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!
Help us verify you before we continue...
We were not able to verify you. Please try again.