Reload
{"id":301927,"created_at":"2023-11-05 08:20:52","updated_at":"2024-05-20 02:05:27","deleted_at":null,"published_at":"2023-11-05 08:20:52","original_id":null,"artist_id":147809,"title":"Home Language ft K.T.R,Blaqmind,Wiz X-Keed & Tequila","slug":"home-language-ft-ktrblaqmindwiz-x-keed-tequila","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"(Blaqmind)\r\nYea Yea Yea Yea Yea Yea Yea\r\nYea Yea Yea Yea Yea Yea Yea \r\n\r\nVerse1:(Blaqmind)\r\n\r\n\r\nNd'cela nind'nikeni ixesha\r\nNoba yimizuzwana embalwa\r\nNangoku le bhokwe ay'kaxhelwa\r\nNd'cela nind'nikeni icekwa\r\nNdiphuma eKappa lodumo\r\nIsiXhosa nd'yasithetha kengoku\r\nEsam siphuma ngempumlo\r\nLona ngumxhosa libala\r\nJonga ndiphum'ebuhlanti\r\nKukhala amaxhego ndiphethe ibhatyi\r\nNd'gaxe eyam ibhatyi\r\nNd'phethe elam iqakathi\r\nJonga z'yakhala phakathi\r\nKanti umlotha awuw'zali umthathi\r\n\r\nVerse2: (K.T.R)\r\n\r\n\r\nIbhuda iphole ngo line\r\nEzi way zifuna lemali\r\nThobela umthetho uzopopa\r\nUmhluzi siw'xuba nepapa\r\nStikini ndiphole nge nkauza\r\nMadiba unxib'iNavada\r\nHay jonga siphum'aphe Kappa\r\nAmaphara ayandazi ayand'gcwala\r\nIkhura ndil'betha nge hammer\r\nSogqiba ndil'nxibise ibloomer\r\nIyeah\r\n\r\nVerse3: (Tequila)\r\n\r\n\r\nNdivuleleni indlela\r\nSiguqa ngedolo sithandaz'umdali\r\nBajabulile ekhaya\r\nNd'layita ikhandlela nd'funu kukhanya\r\nNdyaybon' indlela ngoku \u00d72\r\nUmama uncumile\r\nUmama uyand'ncoma \r\nNdyay'bona indlela ngoku\r\nBaba wami nd'cela ubenam njalo\r\nThethelela umhlaba usuyaphela\r\nBaba wami nd'cela ubenam njalo\r\nThethelela ingane zakho z'ya**a\r\n\r\nVerse4: (Wiz X-Keed)\r\n\r\n\r\nNdim uNxele uXesibe uPhezisa uNonzaba\r\nNawe uyay'bona lentaba\r\nSithi kulonyaka siphaphathekile sinenkani\r\nNd'yayibona indlela ngoku\r\nSifuna lenyhuku ngoku\r\nNdim umXhosa xolani \r\nXhasani lenkqubo\r\nNoba yimizuzwana embalwa\r\nNd'yamthanda uBabalwa \r\nEzam az'nambalwa\r\nAnd'funi matyala \r\nKudala nd'bhatala\r\n\r\nVerse5: (Blaqmind) \r\n\r\n\r\nIxesha elinintsi ndikhule ndihlala nomama kamama(makhulu)\r\nKaloku izinto ziyajika ubungazi\r\nApha eKappa kuchithek' igazi\r\nAbanye abafani nak'qala kungazi\r\nKudala ndizenz'umsasazi\r\nAbanye bafunga abafazi\r\nNd'funga uMankwali\r\nHayi umthakathi,ngoku ndinomfazi\r\n\r\nVerse6: (K.T.R)\r\n\r\n\r\nYea Yea \r\nEkse intwana yasenkeva\r\nNd'khuliswe ngumakhulu end'betha\r\nAbahlali bethanda uk'thetha\r\nEthembeni ndaqala ndahlehla\r\nEskolweni beqala bend'hleba\r\nBaninzi bengazi ndiyeza\r\nKaloku lomculo liyeza\r\nIbhuda iphila ngokwenza\r\nEkse sapha lo nkauza\r\nEnqindini uzongqubeka\r\nImali ingena ngok'ngena\r\nBaninzi beqala bend'cenga\r\nAbanye befuna ukund'nceda\r\nEzi way zifuna ukundenza\r\nNdiphuma ndishaya ikhwela\r\nAchuzz bayandikhweba\r\nEcaleni ndi busy ngok'bheja\r\nAbantwana ba busy ngok'bhenga\r\nNgesixhosa nd'yangqina nd'yathetha\r\nAbathakathi bafun'ukuhenda yea","download_count":37,"play_count":3,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2024-05-20","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/654\/734\/0bc\/thumb_986794_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}

Song Lyrics:

(Blaqmind) Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Yea Verse1:(Blaqmind) Nd'cela nind'nikeni ixesha Noba yimizuzwana embalwa Nangoku le bhokwe ay'kaxhelwa Nd'cela nind'nikeni icekwa Ndiphuma eKappa lodumo IsiXhosa nd'yasithetha kengoku Esam siphuma ngempumlo Lona ngumxhosa libala Jonga ndiphum'ebuhlanti Kukhala amaxhego ndiphethe ibhatyi Nd'gaxe eyam ibhatyi Nd'phethe elam iqakathi Jonga z'yakhala phakathi Kanti umlotha awuw'zali umthathi Verse2: (K.T.R) Ibhuda iphole ngo line Ezi way zifuna lemali Thobela umthetho uzopopa Umhluzi siw'xuba nepapa Stikini ndiphole nge nkauza Madiba unxib'iNavada Hay jonga siphum'aphe Kappa Amaphara ayandazi ayand'gcwala Ikhura ndil'betha nge hammer Sogqiba ndil'nxibise ibloomer Iyeah Verse3: (Tequila) Ndivuleleni indlela Siguqa ngedolo sithandaz'umdali Bajabulile ekhaya Nd'layita ikhandlela nd'funu kukhanya Ndyaybon' indlela ngoku ×2 Umama uncumile Umama uyand'ncoma Ndyay'bona indlela ngoku Baba wami nd'cela ubenam njalo Thethelela umhlaba usuyaphela Baba wami nd'cela ubenam njalo Thethelela ingane zakho z'ya**a Verse4: (Wiz X-Keed) Ndim uNxele uXesibe uPhezisa uNonzaba Nawe uyay'bona lentaba Sithi kulonyaka siphaphathekile sinenkani Nd'yayibona indlela ngoku Sifuna lenyhuku ngoku Ndim umXhosa xolani Xhasani lenkqubo Noba yimizuzwana embalwa Nd'yamthanda uBabalwa Ezam az'nambalwa And'funi matyala Kudala nd'bhatala Verse5: (Blaqmind) Ixesha elinintsi ndikhule ndihlala nomama kamama(makhulu) Kaloku izinto ziyajika ubungazi Apha eKappa kuchithek' igazi Abanye abafani nak'qala kungazi Kudala ndizenz'umsasazi Abanye bafunga abafazi Nd'funga uMankwali Hayi umthakathi,ngoku ndinomfazi Verse6: (K.T.R) Yea Yea Ekse intwana yasenkeva Nd'khuliswe ngumakhulu end'betha Abahlali bethanda uk'thetha Ethembeni ndaqala ndahlehla Eskolweni beqala bend'hleba Baninzi bengazi ndiyeza Kaloku lomculo liyeza Ibhuda iphila ngokwenza Ekse sapha lo nkauza Enqindini uzongqubeka Imali ingena ngok'ngena Baninzi beqala bend'cenga Abanye befuna ukund'nceda Ezi way zifuna ukundenza Ndiphuma ndishaya ikhwela Achuzz bayandikhweba Ecaleni ndi busy ngok'bheja Abantwana ba busy ngok'bhenga Ngesixhosa nd'yangqina nd'yathetha Abathakathi bafun'ukuhenda yea

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life