{"id":153696,"created_at":"2020-07-11 08:11:57","updated_at":"2021-04-19 06:38:05","deleted_at":null,"published_at":"2020-07-11 08:11:57","original_id":null,"artist_id":27369,"title":"Intlung' zomhlaba","slug":"intlung-zomhlaba","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Ndilele ngoxolo ndiphumlile \r\nKwintlungu zomhlamba ndiphumile \r\nKule paradesi nam ndingenile \r\nNdixhwalekile ,\r\nemphefumlweni Entliziyweni ndophukile\r\nNdibhonti bhonti zizinxenxe ndingxwelerhekile \r\nNo Thixo akandazi ndinje noba undothukile \r\nThixo ingaba ndifikile ,\r\nekhaya ezulwini okanye ndilahlekile \r\nKula mhlaba unamagad' ahlabayo ndisukile\r\nUkufa ngeba ndikubalekile \r\nKuba kubuhlungu ukushiya usapho nezihlobo kodwa ker kwenzekile \r\nKuba kunyanzelekile\r\nMna uthando ndiyaluqalekisa \r\nNgoba oluthando lwandonzakalisa \r\nLwandikhalisa , \r\nLundibethisa , lundingombisa ubusuku ne mini kodwa ndaxhathisa \r\nKuba ebemane endithembisa , \r\nUkuba akazuphinda exolisa \r\nUkanti ndiyaziqhathisa , \r\nIthemba liyadanisa \r\nPhofu man ndiyazintwanisa , ndiyaziphambanisa kuba ndiyayazi isiqhelo siyayoyisa ingqondo kungekudala uzakuqalisa \r\nWade wandisa phantsi komhlaba \r\nKobandayo umkhence wandilalisa\r\nNdiyabulela ngondiphumlisa \r\nNgeba kudala ndakubambisa ngamapolisa \r\nKodwa ndizokokwazelaphi ukukhulisa \r\nAbantwana ndedwa bayasokolisa \r\nNdizokuyithathaphi imali yokubatyisa ? \r\nNdiyaxolisa ,\r\nNgokuhamba ndingakhange ndibe ndiyavalelisa \r\nLomanxeba uthixo uzawapholisa\r\nEsisihelengu sendoda I jail izakumbhadlisa \r\nMamela xa ndikucebisa \r\nShiya uthando oluzokubethisa \r\nYishiye indoda engazukwaz ukonwabisa kuba izakuphosanisa \r\nnobomi bakho ingangathi ndiyaphosisa \r\nKodwa xa unojongisisa kwi lizwe esiphila kulo ndinonyanisa","download_count":40,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-04-19","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5f0\/957\/a10\/thumb_463032_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}
Loading your song...
Downloads: 40
Song Lyrics:
Ndilele ngoxolo ndiphumlile
Kwintlungu zomhlamba ndiphumile
Kule paradesi nam ndingenile
Ndixhwalekile ,
emphefumlweni Entliziyweni ndophukile
Ndibhonti bhonti zizinxenxe ndingxwelerhekile
No Thixo akandazi ndinje noba undothukile
Thixo ingaba ndifikile ,
ekhaya ezulwini okanye ndilahlekile
Kula mhlaba unamagad' ahlabayo ndisukile
Ukufa ngeba ndikubalekile
Kuba kubuhlungu ukushiya usapho nezihlobo kodwa ker kwenzekile
Kuba kunyanzelekile
Mna uthando ndiyaluqalekisa
Ngoba oluthando lwandonzakalisa
Lwandikhalisa ,
Lundibethisa , lundingombisa ubusuku ne mini kodwa ndaxhathisa
Kuba ebemane endithembisa ,
Ukuba akazuphinda exolisa
Ukanti ndiyaziqhathisa ,
Ithemba liyadanisa
Phofu man ndiyazintwanisa , ndiyaziphambanisa kuba ndiyayazi isiqhelo siyayoyisa ingqondo kungekudala uzakuqalisa
Wade wandisa phantsi komhlaba
Kobandayo umkhence wandilalisa
Ndiyabulela ngondiphumlisa
Ngeba kudala ndakubambisa ngamapolisa
Kodwa ndizokokwazelaphi ukukhulisa
Abantwana ndedwa bayasokolisa
Ndizokuyithathaphi imali yokubatyisa ?
Ndiyaxolisa ,
Ngokuhamba ndingakhange ndibe ndiyavalelisa
Lomanxeba uthixo uzawapholisa
Esisihelengu sendoda I jail izakumbhadlisa
Mamela xa ndikucebisa
Shiya uthando oluzokubethisa
Yishiye indoda engazukwaz ukonwabisa kuba izakuphosanisa
nobomi bakho ingangathi ndiyaphosisa
Kodwa xa unojongisisa kwi lizwe esiphila kulo ndinonyanisa
Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!
Help us verify you before we continue...
We were not able to verify you. Please try again.