{"id":149622,"created_at":"2020-06-26 20:31:45","updated_at":"2021-04-20 06:59:33","deleted_at":null,"published_at":"2020-06-26 20:31:45","original_id":null,"artist_id":76795,"title":"Isikhalo esivakalayo ngumthandazo","slug":"isikhalo-esivakalayo-ngumthandazo","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Nkosi ndisondela kuwe Bawo, ezitshis'ibunzi azipheli. Ndiza ndixhabashile xel'amahashe omdyarho kuba ezidl'umzi zikhona.\r\n\r\nAndilochule lakuthetha kodwa kulona umba ndizakubhibhidla amazinyo ndiyiloze ndisiya kuba lomthandazo awunasingqi. Nto nje uqhutywa sisingqala esindibangela ukuba nditi ndakungqukruleka ndijwedele ephepheni. \r\n\r\nNdisivile isandi sokoyela kwesizwe sakho dyumpu kwisiziba soyele. Akuveli nonwele sitshone lee. Kwasala dondolo imbala woyisakele. Ezomlambo izilwanene namarhamncwe okrebe baxhelelw'exhukwane. Kukwaxhele yakhe akho mntu unqanda omnye u\"hayi\"ufana nesithuko kuba klk waphoswa kwelokulibala. Izisekelo ziyadlikidlwa busitshulwa nengcambu ubuntu kugquba intiyo nenzondo. \r\n\r\nKuthi mandibuze oko kuba Nkosi akusinguwe na owavula ulwandle olubomvu amasirayeli awela? Akusinguwe na owahlangula amadoda edikeni lomlilo?\r\nKutheni ke ezinkqwithelo nezi vungu vungu zivukuza nje ebukhoneni bakho?\r\nLe nqanawe iyazika abafundi baxakene nento vuk'emondlalweni ukhalime Nkosi uze kube yinzolo ezweni lakho.\r\n\r\nUkuba zizono zethu ezibusithelisileyo ubuso bakho kuthi, Nkosi siyazondlala sicela ukuthetheleleka noko singade sibeyintlekisa kumtyholi.\r\n\r\nKwenakelephi na? Ayizozifo zenile zigquma zigqugqisa zihamba ngesiphezulu sona isantya esi kungekho machiza okuzelapha. Zindibangela uvalo kusa ndihleli ndizibuza okokuba kufika kwelixa kwisini na oku. Uvalo lwam lundingomba isifuba luthi mandi vundle kuba le mini yofika njenge sela. Phofu ke asothuki nto kuba zonke eziziganeko zityikitywe kumqulu omlomo obomvu. \r\n\r\nZithi zakusigqebha zisingomba ezo bomi singaphumi nduma suke sinike idolo ukutya kwalo.. sikhale ngomthandazo kunyakaz'imimoya. Amen!!\r\n\r\nBy N Mziba\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\nNkosi ndisondela kuwe Bawo, ezitshis'ibunzi azipheli. Ndiza ndixhabashile xel'amahashe omdyarho kuba ezidl'umzi zikhona.\r\n\r\nAndilochule lakuthetha kodwa kulona umba ndizakubhibhidla amazinyo ndiyiloze ndisiya kuba lomthandazo awunasingqi. Nto nje uqhutywa sisingqala esindibangela ukuba nditi ndakungqukruleka ndijwedele ephepheni. \r\n\r\nNdisivile isandi sokoyela kwesizwe sakho dyumpu kwisiziba soyele. Akuveli nonwele sitshone lee. Kwasala dondolo imbala woyisakele. Ezomlambo izilwanene namarhamncwe okrebe baxhelelw'exhukwane. Kukwaxhele yakhe akho mntu unqanda omnye u\"hayi\"ufana nesithuko kuba klk waphoswa kwelokulibala. Izisekelo ziyadlikidlwa busitshulwa nengcambu ubuntu kugquba intiyo nenzondo. \r\n\r\nKuthi mandibuze oko kuba Nkosi akusinguwe na owavula ulwandle olubomvu amasirayeli awela? Akusinguwe na owahlangula amadoda edikeni lomlilo?\r\nKutheni ke ezinkqwithelo nezi vungu vungu zivukuza nje ebukhoneni bakho?\r\nLe nqanawe iyazika abafundi baxakene nento vuk'emondlalweni ukhalime Nkosi uze kube yinzolo ezweni lakho.\r\n\r\nUkuba zizono zethu ezibusithelisileyo ubuso bakho kuthi, Nkosi siyazondlala sicela ukuthetheleleka noko singade sibeyintlekisa kumtyholi.\r\n\r\nKwenakelephi na? Ayizozifo zenile zigquma zigqugqisa zihamba ngesiphezulu sona isantya esi kungekho machiza okuzelapha. Zindibangela uvalo kusa ndihleli ndizibuza okokuba kufika kwelixa kwisini na oku. Uvalo lwam lundingomba isifuba luthi mandi vundle kuba le mini yofika njenge sela. Phofu ke asothuki nto kuba zonke eziziganeko zityikitywe kumqulu omlomo obomvu. \r\n\r\nZithi zakusigqebha zisingomba ezo bomi singaphumi nduma suke sinike idolo ukutya kwalo.. sikhale ngomthandazo kunyakaz'imimoya. Amen!!\r\n\r\nBy N Mziba\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\n\r\nNkosi ndisondela kuwe Bawo, ezitshis'ibunzi azipheli. Ndiza ndixhabashile xel'amahashe omdyarho kuba ezidl'umzi zikhona.\r\n\r\nAndilochule lakuthetha kodwa kulona umba ndizakubhibhidla amazinyo ndiyiloze ndisiya kuba lomthandazo awunasingqi. Nto nje uqhutywa sisingqala esindibangela ukuba nditi ndakungqukruleka ndijwedele ephepheni. \r\n\r\nNdisivile isandi sokoyela kwesizwe sakho dyumpu kwisiziba soyele. Akuveli nonwele sitshone lee. Kwasala dondolo imbala woyisakele. Ezomlambo izilwanene namarhamncwe okrebe baxhelelw'exhukwane. Kukwaxhele yakhe akho mntu unqanda omnye u\"hayi\"ufana nesithuko kuba klk waphoswa kwelokulibala. Izisekelo ziyadlikidlwa busitshulwa nengcambu ubuntu kugquba intiyo nenzondo. \r\n\r\nKuthi mandibuze oko kuba Nkosi akusinguwe na owavula ulwandle olubomvu amasirayeli awela? Akusinguwe na owahlangula amadoda edikeni lomlilo?\r\nKutheni ke ezinkqwithelo nezi vungu vungu zivukuza nje ebukhoneni bakho?\r\nLe nqanawe iyazika abafundi baxakene nento vuk'emondlalweni ukhalime Nkosi uze kube yinzolo ezweni lakho.\r\n\r\nUkuba zizono zethu ezibusithelisileyo ubuso bakho kuthi, Nkosi siyazondlala sicela ukuthetheleleka noko singade sibeyintlekisa kumtyholi.\r\n\r\nKwenakelephi na? Ayizozifo zenile zigquma zigqugqisa zihamba ngesiphezulu sona isantya esi kungekho machiza okuzelapha. Zindibangela uvalo kusa ndihleli ndizibuza okokuba kufika kwelixa kwisini na oku. Uvalo lwam lundingomba isifuba luthi mandi vundle kuba le mini yofika njenge sela. Phofu ke asothuki nto kuba zonke eziziganeko zityikitywe kumqulu omlomo obomvu. \r\n\r\nZithi zakusigqebha zisingomba ezo bomi singaphumi nduma suke sinike idolo ukutya kwalo.. sikhale ngomthandazo kunyakaz'imimoya. Amen!!\r\n\r\nBy N Mziba","download_count":55,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-04-20","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5ef\/63e\/df3\/thumb_450156_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}
Song Lyrics:
Nkosi ndisondela kuwe Bawo, ezitshis'ibunzi azipheli. Ndiza ndixhabashile xel'amahashe omdyarho kuba ezidl'umzi zikhona.
Andilochule lakuthetha kodwa kulona umba ndizakubhibhidla amazinyo ndiyiloze ndisiya kuba lomthandazo awunasingqi. Nto nje uqhutywa sisingqala esindibangela ukuba nditi ndakungqukruleka ndijwedele ephepheni.
Ndisivile isandi sokoyela kwesizwe sakho dyumpu kwisiziba soyele. Akuveli nonwele sitshone lee. Kwasala dondolo imbala woyisakele. Ezomlambo izilwanene namarhamncwe okrebe baxhelelw'exhukwane. Kukwaxhele yakhe akho mntu unqanda omnye u"hayi"ufana nesithuko kuba klk waphoswa kwelokulibala. Izisekelo ziyadlikidlwa busitshulwa nengcambu ubuntu kugquba intiyo nenzondo.
Kuthi mandibuze oko kuba Nkosi akusinguwe na owavula ulwandle olubomvu amasirayeli awela? Akusinguwe na owahlangula amadoda edikeni lomlilo?
Kutheni ke ezinkqwithelo nezi vungu vungu zivukuza nje ebukhoneni bakho?
Le nqanawe iyazika abafundi baxakene nento vuk'emondlalweni ukhalime Nkosi uze kube yinzolo ezweni lakho.
Ukuba zizono zethu ezibusithelisileyo ubuso bakho kuthi, Nkosi siyazondlala sicela ukuthetheleleka noko singade sibeyintlekisa kumtyholi.
Kwenakelephi na? Ayizozifo zenile zigquma zigqugqisa zihamba ngesiphezulu sona isantya esi kungekho machiza okuzelapha. Zindibangela uvalo kusa ndihleli ndizibuza okokuba kufika kwelixa kwisini na oku. Uvalo lwam lundingomba isifuba luthi mandi vundle kuba le mini yofika njenge sela. Phofu ke asothuki nto kuba zonke eziziganeko zityikitywe kumqulu omlomo obomvu.
Zithi zakusigqebha zisingomba ezo bomi singaphumi nduma suke sinike idolo ukutya kwalo.. sikhale ngomthandazo kunyakaz'imimoya. Amen!!
By N Mziba

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!
Help us verify you before we continue...
We were not able to verify you. Please try again.