Reload
{"id":138574,"created_at":"2020-05-20 07:54:04","updated_at":"2021-05-06 15:49:12","deleted_at":null,"published_at":"2020-05-20 07:54:04","original_id":null,"artist_id":72146,"title":"iNtliziyo","slug":"intliziyo-5","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Bendicela uxolo ngobalixoki\r\nBendithe andisobe ndiohinde ndithande\r\nKodwa kusuke kwafika wena\r\nNdazibona ndiqala konke ngokutsha\r\nBendicela uxolo ngobalixoki \r\nBendithe andisobe ndiphinde ndithande \r\nKodwa kusuke kwafika wena \r\nNdazibona ndiqala konke ngokutsha\r\n\r\n[CHORUS ]\r\nThatha nants'iNtliziyo yam\r\nThatha nal'uThando lwam\r\nNdicel'uzuyiphathe kakuhle babe\r\nNgiba sekhe badlala ngayo\r\nThatha nants'iNtliziyo yam \r\nThatha nal'uThando lwam \r\nNdicela uzuyiphathe kakhle babe\r\nNgoba sekhe badlala ngayo\r\n\r\n[VERSE]\r\nMna ndiyafuna ukunika ithuba\r\nMna ndiyafuna hayi ukuba nawe\r\nNgiba nam ndiyakuthanda wee'Mntana bantu\r\nIngxaki nje ndiyoyika\r\nMna ndiyafuna ukunika ithuba\r\nMna ndiyafuna hayi ukuba nawe \r\nNgiba nam ndiyakuthanda wee'Mntanabantu ingxaki nje ndiyoyika\r\n\r\nNgoba kudala badlala ngam\r\nBaphinda phinda bayophula intliziyo yam\r\nAndithi andikuthembi mna ndiyakuthanda mna ndiyakufuna (thatha nantsi ntliziyo yam)\r\n\r\n[BACK TO CHORUS]\r\n\r\nThatha nantsintliziyo yam\r\nThatha nal'uThando lwam \r\nNdicela uzuyiphathe kakhle babe \r\nNgoba sekhe badlala ngayo","download_count":476,"play_count":87,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-05-06","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5ec\/4c1\/371\/thumb_415103_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}
iNtliziyo

Bash Phetshwa

iNtliziyo

Loading your song...
Downloads: 476

Song Lyrics:

Bendicela uxolo ngobalixoki Bendithe andisobe ndiohinde ndithande Kodwa kusuke kwafika wena Ndazibona ndiqala konke ngokutsha Bendicela uxolo ngobalixoki Bendithe andisobe ndiphinde ndithande Kodwa kusuke kwafika wena Ndazibona ndiqala konke ngokutsha [CHORUS ] Thatha nants'iNtliziyo yam Thatha nal'uThando lwam Ndicel'uzuyiphathe kakuhle babe Ngiba sekhe badlala ngayo Thatha nants'iNtliziyo yam Thatha nal'uThando lwam Ndicela uzuyiphathe kakhle babe Ngoba sekhe badlala ngayo [VERSE] Mna ndiyafuna ukunika ithuba Mna ndiyafuna hayi ukuba nawe Ngiba nam ndiyakuthanda wee'Mntana bantu Ingxaki nje ndiyoyika Mna ndiyafuna ukunika ithuba Mna ndiyafuna hayi ukuba nawe Ngiba nam ndiyakuthanda wee'Mntanabantu ingxaki nje ndiyoyika Ngoba kudala badlala ngam Baphinda phinda bayophula intliziyo yam Andithi andikuthembi mna ndiyakuthanda mna ndiyakufuna (thatha nantsi ntliziyo yam) [BACK TO CHORUS] Thatha nantsintliziyo yam Thatha nal'uThando lwam Ndicela uzuyiphathe kakhle babe Ngoba sekhe badlala ngayo

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life