Reload
{"id":107643,"created_at":"2019-11-14 21:34:13","updated_at":"2021-04-11 06:17:53","deleted_at":null,"published_at":"2019-11-14 21:34:13","original_id":null,"artist_id":50822,"title":"Wurdsmith ft Cairo Shara - Inyanga","slug":"wurdsmith-ft-cairo-shara-inyanga","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Inyanga\r\n\r\nVerse\r\n\r\nUvela njalo xakutshon'ilanga, enzulwini yobusuku uzungezwe ngamafu\r\nIbala lakho line mivimbo emnyama, kukhanya inkanyezi langa lobsuku ndicela imfudumalo\r\n\r\nPre Hook Bridge\r\n\r\nIngabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam \r\nMihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] \r\n\r\nHook\r\n\r\nNyanga ingaba intseni ikude na? \r\nInyanga \r\nNyanga uthe uzondikhusela\r\nInyanga \r\n\r\nVerse 2\r\n\r\nKutsho isthonga emva kwentaba, kudala ndinyuka ilanga lindisithele, ndinebhongo ngobomi bam \r\namehlo ahlale ejonge ikamva, ilanga liyaphuma ndibhongo ngobomi bam\r\n\r\nPre Hook Bridge\r\n\r\nIngabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam \r\nMihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] \r\n\r\nHook\r\n\r\nNyanga ingaba inseni ikude na? \r\nInyanga \r\nNyanga uthe uzondikhusela\r\nInyanga\r\n\r\nPre Hook Bridge\r\n\r\nIngabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam \r\nMihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] \r\nIngaba uyawabona na lameva\r\nLameva lameva [x4]","download_count":96,"play_count":1,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-04-11","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5dc\/dab\/92d\/thumb_316832_300_300_0_0_crop.jpeg","status_reason":null,"status_reason_alt":null,"tags":[]}

Song Lyrics:

Inyanga Verse Uvela njalo xakutshon'ilanga, enzulwini yobusuku uzungezwe ngamafu Ibala lakho line mivimbo emnyama, kukhanya inkanyezi langa lobsuku ndicela imfudumalo Pre Hook Bridge Ingabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam Mihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] Hook Nyanga ingaba intseni ikude na? Inyanga Nyanga uthe uzondikhusela Inyanga Verse 2 Kutsho isthonga emva kwentaba, kudala ndinyuka ilanga lindisithele, ndinebhongo ngobomi bam amehlo ahlale ejonge ikamva, ilanga liyaphuma ndibhongo ngobomi bam Pre Hook Bridge Ingabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam Mihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] Hook Nyanga ingaba inseni ikude na? Inyanga Nyanga uthe uzondikhusela Inyanga Pre Hook Bridge Ingabe uyawabonana la meva, ndiseli namanxeba emzimbeni wam Mihla nezolo ndiyakhangela, kodwa zaziwa nguwe inyembezi zam [X2] Ingaba uyawabona na lameva Lameva lameva [x4]

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life